2 Yookumkani 4:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uGehazi wabakhokela, wafika wabeka induku leyo phezu kobuso benkwenkwe, kodwa ke kwathi cwaka akwabikho kusabela. Ke uGehazi wajika wahlangabeza uElisha wamxelela esithi: “Laa nkwenkwe ayivuki tu.”

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:22-38