2 Yookumkani 4:30 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke unina womntwana wathi: “Ekho nje uNdikhoyo, ukho nje nawe, andiyi kuhamba ngaphandle kwakho.” Ngoko ke waphakama uElisha wamlandela.

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:20-39