2 Yookumkani 3:9 Ibhayibhile (XHO96)

Waphuma ke ngoko ukumkani wakwaSirayeli, enokumkani wakwaJuda nowase-Edom. Emva kwendlela ejikelezayo yeentsuku ezisixhenxe umkhosi lowo waphelelwa ngamanzi, akwabikho nala emfuyo.

2 Yookumkani 3

2 Yookumkani 3:3-13