2 Yookumkani 3:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ukumkani wakwaSirayeli wathi: “Yini le, angathini uNdikhoyo ukuqokelela ookumkani abathathu aba, kanti uza kusuka abanikele esandleni samaMowabhi ngolu hlobo?”

2 Yookumkani 3

2 Yookumkani 3:1-14