2 Yookumkani 24:8 Ibhayibhile (XHO96)

UJoyakin waqala ukulawula eneminyaka elishumi elinesibhozo, waza walawula eJerusalem iinyanga ezintathu. Unina yayinguNehushta intombi kaElinatan waseJerusalem.

2 Yookumkani 24

2 Yookumkani 24:3-10