2 Yookumkani 24:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani waseJiputa akaphindanga aphume elizweni lakhe aye kuhlasela, kuba kaloku ukumkani waseBhabheli wawuthatha wonke umhlaba wakhe ukuqalela kumda waseJiputa kuye kuthi xhaxhe ngomlambo iEfrati.

2 Yookumkani 24

2 Yookumkani 24:1-15