2 Yookumkani 22:9 Ibhayibhile (XHO96)

UShafan lowo ke waya kukumkani, waza wamazisa wathi: “Izicaka zakho ziyikhuphile imali ebisendlwini kaNdikhoyo, zaza zayinikezela kubasebenzi nakwabo bongamele umsebenzi wokuhlaziywa kwendlu kaThixo.”

2 Yookumkani 22

2 Yookumkani 22:8-15