2 Yookumkani 22:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo ke unobhala lowo unguShafan wathi kukumkani: “Umbingeleli uHilekiya undinike incwadi.” Waza ke wayirhola, wayifundela ukumkani lowo.

2 Yookumkani 22

2 Yookumkani 22:9-19