2 Yookumkani 2:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ke abashumayeli ababelapho eJeriko baya kuElisha, bathi kuye: “Uyaqonda nje ukuba uNdikhoyo uza kuyithatha le nkosi yakho namhlanje?”UElisha wathi: “Ewe, ndiyazi; kodwa ke musani ukuyiphatha loo ndawo!”

2 Yookumkani 2

2 Yookumkani 2:2-8