2 Yookumkani 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

UEliya ke wathi kuElisha: “Hlala apha, mna uNdikhoyo undithume eJeriko.”UElisha wathi: “Ngenene, ngenene, ekho nje uNdikhoyo, nawe ukho nje, andiyi kwahlukana nawe.” Ngoko ke bahamba baya eJeriko.

2 Yookumkani 2

2 Yookumkani 2:1-11