2 Yookumkani 19:15 Ibhayibhile (XHO96)

Wathandaza kuNdikhoyo, wathi: “Ndikhoyo, Thixo kaSirayeli, wena osesihlalweni phakathi kwezithunywa ezimaphiko, nguwe kuphela onguThixo olawula zonke izikumkani zehlabathi. Wena wawadala amazulu kwanehlabathi.

2 Yookumkani 19

2 Yookumkani 19:9-23