2 Yookumkani 19:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ezo zigidimi zamnika loo leta uHezekiya, waza ke yena wayifunda, wayithatha waya nayo endlwini *kaNdikhoyo, wafika wayandlala phambi koNdikhoyo.

2 Yookumkani 19

2 Yookumkani 19:7-24