2 Yookumkani 16:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ke lona iqonga lobhedu elalimi phambi koNdikhoyo walisusa phambi kwendlu kaThixo, apho lalikhona phakathi kweqonga elitsha nendlu kaNdikhoyo, walimisa ngasentla kweqonga elitsha.

2 Yookumkani 16

2 Yookumkani 16:11-18