2 Yookumkani 13:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke akahlukananga nezono zendlu kaJerobhowam, ezo walukuhlela amaSirayeli kuzo; ewe, waqhubela phambili ukuzenza. Nentsika ka-Ashera yasala isamile apho eSamariya.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:4-7