2 Yookumkani 13:5 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wamnika umhlanguli uSirayeli, waza ke waphuncula kweso sandla sama-Aram. USirayeli ke wabuya wadla ngendeb' endala njengangaphambili.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:4-9