2 Yookumkani 12:21 Ibhayibhile (XHO96)

Loo maphakathi ambulalayo yayinguYozakare unyana kaShimeyati noYozabhele unyana kaShomere. Wasweleka ke, waza ke wangcwatywa phakathi kooyise kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uAmaziya.

2 Yookumkani 12

2 Yookumkani 12:20-21