2 Yookumkani 12:20-21 Ibhayibhile (XHO96)

20. Amaphakathi akhe amenzela iyelenqe, ambulala eBhete-milo kwindlela eya eSila.

21. Loo maphakathi ambulalayo yayinguYozakare unyana kaShimeyati noYozabhele unyana kaShomere. Wasweleka ke, waza ke wangcwatywa phakathi kooyise kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uAmaziya.

2 Yookumkani 12