2 Yookumkani 1:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ke isithunywa sikaNdikhoyo sathetha noEliya sathi: “Musa ukoyika wena, hamba uhle nalo.” Ngoko ke uEliya wahamba nalo, wehla waya kukumkani.

2 Yookumkani 1

2 Yookumkani 1:13-18