2 Yookumkani 1:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ngaphambili kuye kwehla umlilo ezulwini, wawatshisa amagosa amabini nabo bonke ababehamba nawo. Noko ke ngoku mabuxabiseke kuwe ubomi bam.”

2 Yookumkani 1

2 Yookumkani 1:12-15