2 Yeziganeko 27:2 Ibhayibhile (XHO96)

Naye njengoyise u-Uziya wenza okuhle emehlweni *kaNdikhoyo, kambe akaxelisanga uyise ngokungena endlwini kaNdikhoyo. Kambe ke bona abantu abaziyekanga iindlela zabo zokonakala.

2 Yeziganeko 27

2 Yeziganeko 27:1-4