2 Yeziganeko 27:1 Ibhayibhile (XHO96)

UYotam waqala ukulawula eneminyaka engamashumi amabini anantlanu, waza ke wangukumkani eJerusalem iminyaka elishumi elinesithandathu. Unina yayinguJerusha intombi kaZadoki.

2 Yeziganeko 27

2 Yeziganeko 27:1-3