13. Abaninzi ke baya kumdumisa uThixo ngenxa yokucaca kwentembeko yenu, xa bebona ukumthobela kwenu nokunyaniseka kwenu kwiindaba ezimnandi zikaKrestu, nangobubele benu, kuba nisabelana nabo bonke abanye.
14. Bonithandazela ke benga banganibona ngenxa yesisa esikhulu anenzele sona uThixo.
15. Makabulelwe uThixo ngesipho sakhe esingaka.