2 Kwabasekorinte 10:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ndim, mna Pawulos ngenkqu, onibongozayo, nakuba kusithiwa ndinobulali ndithantamisa xa ndilapho phakathi kwenu, kodwa ndithi ndakuba ndisithele ndibe nesibindi nobuganga ngakuni. Ndiyanicenga ke, ngenxa yokuthantamisa nobubele bukaKrestu:

2 Kwabasekorinte 10

2 Kwabasekorinte 10:1-11