2 Kwabasekorinte 12:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ndenze ubudenge ngokuqhayisa, kodwa nini abandibangele obo budenge. Bendifanele ukuba ndinconywe nini; kuba, nokuba andinto na, andikho nganeno kodwa kwabo singa-bathunywa benu!

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:3-4-15