2 Kwabasekorinte 12:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ndanelisekile ke ngoko nokuba ndibuthathaka, nokuba ndiyagxekwa, nokuba nditsala nzima, nditshutshiswa, ndithwala iimbandezelo ngenxa kaKrestu. Kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:9-14