2 Kasamweli 23:35-39 Ibhayibhile (XHO96)

35. uHezero waseKarmele,uParayi waseArbhi,

36. uIgali unyana kaNatan waseZobha,uBhani wakwaGadi,

37. uZeleki umAmon,noNaharayi waseBheroti umphathi-zikrweqe zikaJowabhi, unyana kaZeruya.

38. Wayelapho uIra waseItri,noGarebhe waseItri,

39. kunye noUriya umHeti.Babengamashumi mathathu anesixhenxe xa bebonke.

2 Kasamweli 23