2 Kasamweli 24:1 Ibhayibhile (XHO96)

Wabuya wavutha umsindo *kaNdikhoyo ngakumaSirayeli, waza waxhokonxa uDavide ukuchasana nawo, esithi: “Yiya uwabale amaSirayeli namaJuda.”

2 Kasamweli 24

2 Kasamweli 24:1-5