2 Kasamweli 23:24-26 Ibhayibhile (XHO96)

24. Kuloo magorha angamashumi amathathu kwakukho aba:YayinguAsayeli umntakwabo-Jowabhi,uEl-hanani unyana kaDodo waseBhetelehem,

25. uShama waseHarodi,uElikana waseHarodi,

26. uHeleze wasePeleti,kunye noIra unyana kaIkeshe waseTekowa.

2 Kasamweli 23