2 Kasamweli 16:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kwavela uAbhishayi owayezalwa nguZeruya, wathi kukumkani: “Mhlekazi, uyamyeka lo mfi wenja akuthuke wena kumkani? Ndiyeke mna ndiye kumnqumla intloko.”

2 Kasamweli 16

2 Kasamweli 16:1-11