2 Kasamweli 16:8 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo uya kukubuyekeza ngenxa yegazi lendlu kaSawule othe wena waba ngukumkani esikhundleni sakhe. Ubukhosi uNdikhoyo ubunike uAbhasalom unyana wakho. Hayi ke, sigebengandini, isikhuni sibuye nomkhwezeli!”

2 Kasamweli 16

2 Kasamweli 16:4-14