1 Yookumkani 9:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kathathu ngonyaka uSolomon wayesenza amadini atshiswayo nawobudlelwane apho kwelo qonga wayelakhele uNdikhoyo, kananjalo amenzele isiqhumiso uNdikhoyo, efezekisa zonke iimfuneko zendlu kaThixo.

1 Yookumkani 9

1 Yookumkani 9:18-28