1 Yookumkani 9:24 Ibhayibhile (XHO96)

Intombi yokumkani waseJiputa eyayingumka-Solomon, ithe yakuphuma kwisixeko sikaDavide, isiza kwibhotwe awayakhela lona uSolomon, uSolomon wawulungelelanisa umhlaba owawuxhase isixeko ngasempuma.

1 Yookumkani 9

1 Yookumkani 9:16-28