1 Yookumkani 18:38 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku wehla umlilo, uvela kuNdikhoyo, waza walitshisa idini elo, kunye neenkuni, amatye, nomhlaba, wada walenca naloo manzi ayesemseleni.

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:30-43