1 Yookumkani 18:31 Ibhayibhile (XHO96)

UEliya wathatha amatye alishumi elinambini, ngalinye limele indlu kwezo zizwe zikaYakobi, yena lowo wafikelwa lilizwi likaNdikhoyo lisithi: “Igama lakho kothiwa unguSirayeli.”

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:24-34