1 Yookumkani 18:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uEliya wabhekisa kubo bonke abantu, wathi: “Yizani kum apha.” Beza kuye bonke, waza ke yena walilungisa iqonga likaNdikhoyo elaliselonakele.

1 Yookumkani 18

1 Yookumkani 18:24-34