1 Yookumkani 17:24 Ibhayibhile (XHO96)

Loo mhlolokazi ke wathi apho kuEliya: “Ngenene ngoku ndiyaqonda ukuba wena ungumfo wakwaThixo, yaye ke nelizwi olithethayo lelikaNdikhoyo, liyinyaniso.”

1 Yookumkani 17

1 Yookumkani 17:16-24