1 Yookumkani 14:29-31 Ibhayibhile (XHO96)

29. Ke kaloku ezinye iziganeko zolawulo lukaRehobhowam, nayo yonke imisebenzi yakhe, zikwincwadi yeembali zookumkani bakwaJuda.

30. Kwabakho uzenge-zenge lwemfazwe phakathi kukaRehobhowam noJerobhowam.

31. Ke kaloku uRehobhowam waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Unina yayinguNahama umAmonikazi. Ezihlangwini zakhe ke kwangena unyana wakhe uAbhiya.

1 Yookumkani 14