1 Yookumkani 14:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uRehobhowam waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Unina yayinguNahama umAmonikazi. Ezihlangwini zakhe ke kwangena unyana wakhe uAbhiya.

1 Yookumkani 14

1 Yookumkani 14:28-31