1 Yookumkani 12:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uRehobhowam waya eShekem, kuba onke amaSirayeli ayeye khona ukuze ammisele abe ngukumkani.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:1-3