1 Yookumkani 11:43 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke waya kuphumla kooyise, wangcwatywa kwisixeko sikayise uDavide. URehobhowam unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe wangukumkani.

1 Yookumkani 11

1 Yookumkani 11:41-43