1 Yookumkani 11:24 Ibhayibhile (XHO96)

Waqokelela amahlakani, waza yena wayinkokheli yegqiza labavukeli ngokuya uDavide wayetshabalalise imikhosi yaseZobha. Abo bavukeli ke baya eDamasko, baza bahlala khona balawula.

1 Yookumkani 11

1 Yookumkani 11:19-33