Kwakhona uThixo wavusela uSolomon olunye utshaba, uRezon unyana kaEliyada, owayebaleke kwinkosi yakhe uHadadizere ukumkani waseZobha.