1 Kwabasetesalonika 4:11 Ibhayibhile (XHO96)

Nokuba yintoni na imeko ibhongo lenu malibe kukuhlala ngoxolo, ningagxuphuleki kwimicimbi yabanye abantu. Philani kukubila kwamabunzi enu njengoko ndandiniyalele.

1 Kwabasetesalonika 4

1 Kwabasetesalonika 4:8-18