1 Kwabasetesalonika 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ibe ke ngenene nani niziphethe ngale ndlela kuwo onke amakholwa kulo lonke elaseMakedoni. Phofu ke, mawethu, ndiyanikhuthaza ukuba niqhubele phambili ukwenjenjalo.

1 Kwabasetesalonika 4

1 Kwabasetesalonika 4:3-15