1 Kwabasekorinte 9:18 Ibhayibhile (XHO96)

Uyintoni ke umvuzo wam? Lilungelo lokuba ndizishumayele iindaba ezimnandi ndingahlawulisi, ndingawabangi amalungelo am ngokushumayela iindaba ezimnandi.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:13-27