1 Kwabasekorinte 9:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba bendisebenza ndingathunywanga, bendingade ndilindele umvuzo. Kodwa ke ngoku ndisebenza kuba ndinyanzelekile. Ngoko ke ndifezekisa into elindelekileyo ukuba ndiyenze.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:14-25