1 Kwabasekorinte 7:3-5 Ibhayibhile (XHO96)

3. Indoda mayimkholise umfazi wayo; nomfazi makenjenjalo endodeni yakhe.

4. Umfazi akanagunya kowakhe umzimba; yindoda enalo. Kwangokunjalo ke nendoda ayinagunya kowayo umzimba; ngumfazi onalo.

5. Musani ukwala ukuhlangana, ngaphandle kokuba nivumelene ukungahlangani okomzuzwana, nisenzela ukuba nibe nethuba lokuthandaza. Emva koko ke ze nibuye nihlangane, hleze uSathana anihende ngenxa yokungabi nako kwenu ukuzibamba.

1 Kwabasekorinte 7