1 Kwabasekorinte 8:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoku malunga nokutyiwa kwenyama yedini elenzelwa *izithixo: Kakade sonke “sinolwazi,” njengoko kusitshiwo, kodwa olu “lwazi” lungenza ukuba umntu akhukhumale, kanti uthando lona luyakha.

1 Kwabasekorinte 8

1 Kwabasekorinte 8:1-4