1 Kwabasekorinte 7:28 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke ukuba uyatshata akonanga; kanti nokuba intombi iyenda, ayonanga. Kodwa ke abatshatileyo baya kuhlala befikelwa ziingxaki, kanti bendingathandi ukuba kube njalo.

1 Kwabasekorinte 7

1 Kwabasekorinte 7:20-37