1 Kwabasekorinte 3:21-23 Ibhayibhile (XHO96)

21. Ngoko ke makungabikho namnye uqhayisa ngezinto ezenziwa ngabantu. Kaloku izinto zonke zezenu:

22. nokuba nguPawulos, nokuba nguApolo, nokuba nguPetros, nokuba lihlabathi, nokuba bubomi, nokuba kukufa, nokuba zizinto ezikhoyo, nokuba zeziza kubakho; zonke ezo zinto zezenu.

23. Kodwa ke nina ningabakaKrestu, uKrestu yena ngokaThixo.

1 Kwabasekorinte 3